Eyonqulo 4:35 XHO96

35 andule athathe onke amanqatha, kanye njengoko esenza kumadini obudlelane, aze awatshise apho eqongeni kunye nokutya okunikelwa kuNdikhoyo ngomlilo. Wenjenjalo ke umbingeleli xa esenzela umntu idini, khon' ukuze loo mntu axolelwe izono zakhe.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 4

imbono Eyonqulo 4:35 kwimeko