Eyonqulo 7:19 XHO96

19 Xa inyama yedini ithe yadibana nantoni na enomlaza, kufuneka itshiswe ingàtyiwa. Wonke ubani ongenamlaza angayitya inyama yedini elo.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 7

imbono Eyonqulo 7:19 kwimeko