Eyonqulo 7:38 XHO96

38 Kwakusentabeni iSinayi entlango ngamhla uNdikhoyo wayinika uMosis le miyalelo yokwenziwa kwamadini ngamaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 7

imbono Eyonqulo 7:38 kwimeko