Eyonqulo 8:20-21 XHO96

20-21 Wayihlahla loo gusha, waza wahlamba izibilini nemilenze. Intloko yona, kunye namanqatha, kunye nayo yonke loo nyama, wazitshisa apho eqongeni, kanye njengoko kwatsho uNdikhoyo. Eli lidini elitshiswayo, idini elenzelwa uNdikhoyo ngomlilo. Ivumba lalo liyolile kuNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 8

imbono Eyonqulo 8:20-21 kwimeko