24 Suka kwaphuma umlilo kuNdikhoyo, watshisa elo dini naloo manqatha ebephezu kweqonga. Bathi bakuyibona loo nto abantu, baduma bonke, bee qubudu bawa ngobuso.
funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 9
imbono Eyonqulo 9:24 kwimeko