Kwabaseroma 10:7 XHO96

7 “Okanye musa ukuthi: Ngubani na oya kuhla aye enzonzobileni?” (oko kukuthi ukuya kunyusa uKrestu kwabafileyo).

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 10

imbono Kwabaseroma 10:7 kwimeko