18 Musa ke ukuziphakamisa kunamanye amasebe. Kakade ke wena ungaqhayisa ngantoni? Asinguwe kaloku othwele iingcambu, ziingcambu ezithwele wena!
funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 11
imbono Kwabaseroma 11:18 kwimeko