Kwabaseroma 11:20 XHO96

20 Unyanisile, aqhuzulwa ngenxa yokuba engakholwa, ke wena umi apho umiliselwe khona ngenxa yokuba ukholwa. Musa ke ukuba nekratshi, koko yoyika.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 11

imbono Kwabaseroma 11:20 kwimeko