Kwabaseroma 12:20 XHO96

20 Kaloku iziBhalo zikwatsho nokuthi: “Ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe into etyiwayo; ukuba lunxaniwe, luphe into eselwayo; kuba ngokwenjenjalo ke, woba uluvisa udano, khon' ukuze luguquke.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 12

imbono Kwabaseroma 12:20 kwimeko