Kwabaseroma 13:12 XHO96

12 Ubusuku buhambile, sekuza kusa. Masahlukane ke ngoko nemisebenzi yobumnyama, sixhobe ngezikrweqe zokukhanya.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 13

imbono Kwabaseroma 13:12 kwimeko