Kwabaseroma 13:3 XHO96

3 Kaloku abaphathi aba aboyikeki kubantu abalungisayo, boyikeka kwabonayo. Ukuba ufuna ukungamoyiki osemagunyeni, yenza okulungileyo, yaye ke uya kukuncoma.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 13

imbono Kwabaseroma 13:3 kwimeko