Kwabaseroma 15:9 XHO96

9 Ngokunjalo uKrestu wayenza le nto ukuze neentlanga zimdumise uThixo ngenxa yenceba yakhe, njengoko *iziBhalo zitshoyo ukuthi:“Ngenxa yoko ndiya kukudumisa phakathi kweentlanga,ndiliculele indumiso igama lakho.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 15

imbono Kwabaseroma 15:9 kwimeko