Kwabaseroma 16:20 XHO96

20 Ke uThixo, imbangi yoxolo, uya kumnyhasha kamsinya uSathana phantsi kweenyawo zenu.Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu malube nani.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 16

imbono Kwabaseroma 16:20 kwimeko