Kwabaseroma 16:23 XHO96

23 Uyanibulisa uGayo endilundwendwe lwakhe, yena lihlanganela endlwini yakhe lonke ibandla. Uyanibulisa uErasto unondyebo wedolophu, noKwarto umwethu.[

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 16

imbono Kwabaseroma 16:23 kwimeko