Kwabaseroma 2:10 XHO96

10 Kuya kubakho isidima newonga noxolo kubantu bonke abenza okulungileyo, kumJuda kuqala kwanakowolunye uhlanga ngokunjalo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:10 kwimeko