Kwabaseroma 2:19 XHO96

19 Kananjalo wena ukholose ngokuthi ungumkhokeli weemfama, ulukhanyiso lwâbo basebumnyameni,

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:19 kwimeko