Kwabaseroma 2:22 XHO96

22 Wena uthi makungakrexezwa, ukrexezelani? Wena ukruqukileyo zizithixo, ubelani ezindlwini zonqulo?

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 2

imbono Kwabaseroma 2:22 kwimeko