Kwabaseroma 3:20 XHO96

20 Kaloku akukho mntu uya kuba lilungisa kuThixo ngakugcina kwakhe umthetho; into eyenziwa ngumthetho kukwazisa abantu ngesono.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 3

imbono Kwabaseroma 3:20 kwimeko