Kwabaseroma 3:22 XHO96

22 Yona kukukholwa nokuzinikela kuYesu Krestu. UThixo ubenza amalungisa bonke abakholwayo kuYesu, kuba akanamkhethe.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 3

imbono Kwabaseroma 3:22 kwimeko