Kwabaseroma 3:26 XHO96

26 kodwa ke namhlanje akasayenzi loo nto – ngoku walatha indlela abenza ngayo amalungisa. Ngale ndlela ke uThixo utyhila ubulungisa bakhe, emenza abe lilungisa wonke okholwayo kuYesu.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 3

imbono Kwabaseroma 3:26 kwimeko