Kwabaseroma 4:18 XHO96

18 UAbraham wakholwa, wathemba, naxa ithemba lalingekho. Wakholwa okokuba woba “nguyise wezizwe ezininzi,” njengoko iziBhalo zitshoyo ukuthi: “Iya kuba ngako ke inzala yakho ukuba ninzi kwayo.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 4

imbono Kwabaseroma 4:18 kwimeko