Kwabaseroma 5:12 XHO96

12 Njengoko isono sangena ehlabathini ngenxa yomntu omnye, ukufa kwangena ngaso isono. Ngokunjalo ke nokufa kwalutyhutyha lonke uluntu, kuba bonke abantu bôna.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 5

imbono Kwabaseroma 5:12 kwimeko