Kwabaseroma 5:15 XHO96

15 Kodwa isono sika-Adam asinakulinganiswa nesisa sikaThixo. Kaloku naxa kwafa abantu abaninzi nje ngenxa yesono salowo mnye unguAdam, lona ubabalo lukaThixo esalufumana ngaloo mntu mnye unguKrestu, lwaphuphumela kubantu abaninzi ngakumbi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 5

imbono Kwabaseroma 5:15 kwimeko