Kwabaseroma 5:17 XHO96

17 Ukuba ukufa kwakutshatshele ngenxa yesono saloo mntu, abo balwamkelayo ubabalo oluphuphumayo kwanesipho sokwenziwa amalungisa, baya kudla ubomi ngokugqithisileyo ngaloo mntu mnye unguYesu Krestu.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 5

imbono Kwabaseroma 5:17 kwimeko