Kwabaseroma 7:21 XHO96

21 Kambe ke ndibhaqa le nto apha kum: Kuthi xa ndifuna ukwenza into elungileyo, ndisuke ndonganyelwe kukwenza ububi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 7

imbono Kwabaseroma 7:21 kwimeko