Kwabaseroma 8:11 XHO96

11 Ukuba ke uMoya kaThixo owamvusayo uYesu ekufeni ukho kuni, neyenu imizimba uThixo uya kuyinika ubomi ngoMoya wakhe okhoyo kuni.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:11 kwimeko