Kwabaseroma 8:13 XHO96

13 Kuba xa niphila ngokweso simo, niya ekufeni; kodwa ukuba niyazitshitshisa ngamandla oMoya izenzo ezibi zomzimba, niya kudla ubomi.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:13 kwimeko