Kwabaseroma 8:26 XHO96

26 Ngokukwanjalo noMoya uyasixhasa ekusweleni kwethu amandla, kuba kaloku asiyazi eyona ndlela singathandaza ngayo. Kodwa ke kweso singqala sethu sikhohliwe uMoya ngokwakhe uyasithethelela.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 8

imbono Kwabaseroma 8:26 kwimeko