Kwabaseroma 9:11-12 XHO96

11-12 Kwathi abantwana bengekazalwa, bengekenzi nto, nokuba yelungileyo, nokuba yembi, uThixo wathi kuRabheka: “Omdala uya kuba ngumkhonzi womncinci.” Kaloku unyulo lukaThixo lusekelwe kubizo lwakhe, kungekuko nakuyiphi na into eyenziwa ngumntu;

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:11-12 kwimeko