Kwabaseroma 9:17 XHO96

17 Kaloku iziBhalo zithi kukumkani waseJiputa: “Ndakuphakamisa ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, ize negama lam lidume, linwenwe kulo lonke ihlabathi.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:17 kwimeko