Kwabaseroma 9:9 XHO96

9 Kaloku isithembiso sênziwa nguThixo ngala mazwi athi: “Ngexesha elifanelekileyo ndiya kukuvelela, waye ke uSara uya kuzala unyana.”

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 9

imbono Kwabaseroma 9:9 kwimeko