1 Umbono kaIsaya unyana ka-Amotsi, awawubonayo ngokusingisele kuYuda neYerusalem, ngemihla yoUziya, noYotam, noAhazi, noHezekiya, ookumkani bakwaYuda.
funda isahluko epheleleyo Uisaya 1
imbono Uisaya 1:1 kwimeko