Uisaya 1:15 XHO75

15 Ekoluleni kwenu izandla zenu, ndiya kuwafihla amehlo am kuni; nokuba nandise ukuthandaza, andiyi kuva; izandla zenu zizele ngamagazi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 1

imbono Uisaya 1:15 kwimeko