Uisaya 1:20 XHO75

20 ukuba nithe ànavuma, naba neenkani, nodliwa likrele; kuba umlomo kaYehova uthethile.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 1

imbono Uisaya 1:20 kwimeko