Uisaya 10:20 XHO75

20 Kuya kuthi ngaloo mini, angabi saphinda amasalela akwaSirayeli, nabasindileyo bendlu kaYakobi, bayame ngobabethayo; baya kwayama ngoYehova oyiNgcwele kaSirayeli, benyanisile.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 10

imbono Uisaya 10:20 kwimeko