Uisaya 10:6 XHO75

6 Ndiya kumthumela kuhlanga oluyintshembenxa, ndimwisele umthetho ngabantu bokuphuphuma komsindo wam, ukuba athimbe amaxhoba, aphange okuphangiweyo, abenze into yokunyathelwa njengodaka lwezitrato.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 10

imbono Uisaya 10:6 kwimeko