Uisaya 14:1 XHO75

1 Ngokuba uYehova uya kuba nemfesane kuYakobi, abuye awanyule amaSirayeli, awahlalise emhlabeni wakowawo, bathelele kuwo abasemzini, bahlomele endlwini kaYakobi.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 14

imbono Uisaya 14:1 kwimeko