Uisaya 14:31 XHO75

31 Bhomboloza, sango! Khala, mzi! Yitha amandla, wena Filisti uphela, ngokuba entla kuphuma umsi; akukho wahlukayo ebuthweni lakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 14

imbono Uisaya 14:31 kwimeko