Uisaya 15:5 XHO75

5 Intliziyo yam iyakhala ngokubona uMowabhi, omivalo ide yesa eTsohare, elithokazi elilizibulekazi; kuba banyuka eqhineni laseLuhiti belila; kuba endleleni yaseHoronayim bakhaliswa kukwaphulwa kwabo;

funda isahluko epheleleyo Uisaya 15

imbono Uisaya 15:5 kwimeko