Uisaya 15:8 XHO75

8 Kuba isikhalo siwuzungulezile umda wakwaMowabhi; ukubhomboloza kwakhe kwesa e-Eglayim, kwesa naseBhere-elim ukubhomboloza kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 15

imbono Uisaya 15:8 kwimeko