Uisaya 16:14 XHO75

14 Kaloku ke uYehova uthetha esithi, Ngeminyaka emithathu, njengeminyaka yomqeshwa, buya kucukucezwa ubuqaqawuli bukaMowabhi, naloo ngxokolo yonke eninzi, amasalela abe mancinane, abe mbalwa, angabi makhulu.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16

imbono Uisaya 16:14 kwimeko