Uisaya 16:2 XHO75

2 Kuba njengeentaka eziphekuziweyo, njengendlu yentaka esuselweyo, aya kuba njalo amagxamesi akwaMowabhi emazibukweni aseArnon, esithi,

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16

imbono Uisaya 16:2 kwimeko