Uisaya 16:6 XHO75

6 Silivile ikratshi likaMowabhi, ikratshi elikhulu. Hayi, ukukratsha kwakhe! Hayi, ikratshi lakhe nokuphuphuma komsindo wakhe, ukuphololoza kwakhe into engeyiyo!

funda isahluko epheleleyo Uisaya 16

imbono Uisaya 16:6 kwimeko