Uisaya 18:3 XHO75

3 Nonke bemi belimiweyo, nani bahleli ehlabathini, xa kuthe kwenyuka ibhanile* ezintabeni, khangelani; xa kuthe kwavuthelwa isigodlo, yivani.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 18

imbono Uisaya 18:3 kwimeko