Uisaya 19:1 XHO75

1 Isihlabo esisingisele kwiYiputa. Bona ke uYehova ekhwele efini elinamendu, uza eYiputa. Ziya kudidizela izithixo ezingento zaseYiputa phambi kwakhe, intliziyo yeYiputa inyibilika phakathi kwayo.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 19

imbono Uisaya 19:1 kwimeko