Uisaya 2:21 XHO75

21 ukuze angene ezimfanteni zamawa nasemiqhokrweni yeengxondorha, ngenxa yokoyika uYehova, nangenxa yozuko lobungangamsha bakhe, ekuphakameni kwakhe ukuba angcangcazelise ilizwe.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 2

imbono Uisaya 2:21 kwimeko