Uisaya 20:2 XHO75

2 ngelo xesha, wathetha uYehova ngoIsaya unyana ka-Amotsi, esithi, Yiya ukhulule ingubo erhwexayo emanqeni akho, uzikhulule iimbadada ezinyaweni zakho. Wenjenjalo ke, wahamba zé, engenazo neembadada.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 20

imbono Uisaya 20:2 kwimeko