Uisaya 20:4 XHO75

4 úya kwenjenjalo ukumkani waseAsiriya ukubaqhuba abathinjiweyo baseYiputa, nabafudusiweyo bakwaKushi, abantwana namadoda amakhulu, bezé, bengenambadada, behamba ngeempundu, into leyo eziintloni kwiYiputa.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 20

imbono Uisaya 20:4 kwimeko