Uisaya 22:24 XHO75

24 Baya kubuxhoma kuye bonke ubunzima bendlu kayise, amagatya neempakatha, yonke impahla encinane, kuthabathele empahleni ezizidendeleko, kuse empahleni yonke eyimiphanda.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 22

imbono Uisaya 22:24 kwimeko