Uisaya 23:18 XHO75

18 lube ngcwele kuYehova urhwebo lwayo notsheqo lwayo; aluyi kubekwa, aluyi kuqwetywa; kuba urhwebo lwayo luya kuba lolwabahleli phambi koYehova, ukuze badle bahluthe, nokuze bambathe ngokobunene.

funda isahluko epheleleyo Uisaya 23

imbono Uisaya 23:18 kwimeko